Proverbs 7:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gcina imiyalelo yam, upile: nomteto wam uwugcine njengokozo lweliso lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Gcina imithetho yam, udle ubomi; Nesiyalo sam, njengokhozo lweliso lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Gcina imithetho yam, uphile; nomyalelo wam njengokhozo lweliso lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uyayilandela imimiselo yam uya kubudla ubomi. Ewe, imfundiso yam yilondoloze njengokhozo lweliso lakho.