Proverbs 7:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zininzi inxweleṙa aziwisile; kanjalo bangabanamandla bonke ababulewe nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba zininzi iingxwelerha aziwisileyo; Linani elikhulu alibuleleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wawisa abaninzi abangxwelerhiweyo, kwabulawa naye abaninzi abanamandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku zininzi iingxwelerha aziwisileyo; linani eliphezulu amadoda awabuleleyo.