Proverbs 7:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngoncwalazi, ngokuhlwa kwemini, pakati kwobusuku nobumnyama:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngongcwalazi, ukumka komhla, Naphakathi kobusuku esithokothokweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuhlwa, ngokuhlwa, kumnyama nakubumnyama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ke kwakungongcwalazi, imini seyisangene, ubusuku nobumnyama sebunkqonkqoza.