Proverbs 8:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubulumko bulungile pezu kwerubi; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azingelingane nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kwekorale, Neento zonke ezinqwenelwayo azilingani nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kweeperile; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azinakulinganiswa nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna bulumko ndiyawagqitha namatye exabiso; nakwiindidi zobutyebi mna andidlulwa nto.