Proverbs 8:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyabatanda abo batanda mna; nabo bandifuna msinya, baya kundifumana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abandithandayo ndiyabathanda nam; Nabandifunayo kwakusasa bayandifumana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abandithandayo ndiyabathanda nam; nabo bandifunayo baya kundifumana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ndiyabathanda abo bandithandayo, futhi ndiyafumaneka kwabo bandifunayo.