Proverbs 8:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oko abeqinisa amafu ngapezulu; oko womelezayo imitombo yenzulu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekusiqiniseni kwakhe isibhakabhaka phezulu; Ekugalelekeni kwemithombo yamanzi anzongonzongo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuwatywineni kwakhe amafu phezulu, Ekutywineni kwakhe amaqula oonogumbe behlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa wayesambathisa isibhakabhaka ngamafu ndandilapho, nangokuya wayeseka imithombo yeelwandle ndandikho.