Proverbs 8:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku ndiveni, bonyanandini! ngokuba benetamsanqa abazigcinayo indlela zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko, bonyana, ndiveni; Hayi, uyolo lwabazigcinayo iindlela zam!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bantwana bam, ndiveni kaloku, ngokuba hayi, uyolo lwabazigcinayo iindlela zam!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke, bonyana, ndiphulaphuleni, kuba banoyolo abo bahamba ngeendlela zam.