Proverbs 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa kuni, madoda! ndiyabiza; ilizwi lam likubo onyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndimemeza kuni, madoda; Izwi lam ndilisingisa koonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndibiza kuni, madoda; Ilizwi lam lisiya koonyana babantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Hoyina, ndibhenela kuni, nina nonke luntu; ndiyanibiza nani, nzala yakwantu.