Proverbs 9:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti akazi ukuba abafileyo bakona, nokuba abamenywa bake basezindaweni ezinzulu zehadesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akazi ukuba abafileyo bakhona; Basezinzulwini zelabafileyo abamenywa bakhe. Imizekeliso kaSolomon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akazi ukuba abafileyo bakhona; nokuba abamenywa bakhe basezinzulwini zelabafileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abamphulaphulayo abaqondi ukuba kukufa okubalindele apho; abazi ukuba abo bakhe bamtyelela xa kungokunje bakwelabafileyo.