Psalms 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ugwebele inkedama noncinezelweyo, aze umntu wasemhlabeni angabi sabatusa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo, Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba ugwebe iinkedama noxinzelelweyo, Angabi sabacinezela umntu wasehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinkedama nabacinezelweyo uyabaqwebela, khon' ukuze oonyana babantu bangagrogrisi mntu ehlabathini.