Psalms 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Indlela zake ziqinile ngamaxesha onke; imigwebo yako ipezulu kude kuye; intshaba zake zonke uyazicekisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziqinile iindlela zakhe ngamaxesha onke; Ziphakamile izigwebo zakho, zikude kuye; Bonke ababandezeli bakhe uyabafuthela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iindlela zakhe zihlala zilukhuni; Izigwebo zakho ziphezu kobuso bakhe; Uzivule zonke iintshaba zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zinempumelelo zonk' iinzame zabo, kodwa imiyalelo yakho ikude lee kubo. Bayazeya zonke iintshaba zabo.