Psalms 10:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ute entliziyweni yake: Andiyi kushukunyiswa kwa napakade; ngokuba ndingeselishweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi entliziyweni yakhe, Andisayi kushukunyiswa;Izizukulwana ngezizukulwana, ndingongayi kuba sebubini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi entliziyweni yakhe, Andisayi kushukuma; ngokuba andiyi kubandezeleka naphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baziqhayisa ngokuthi abasoze boyiswe nto bona, abasoze balibone ishwangusha.