Psalms 101:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owenza ngenkohliso akayi kuhlala pakati kwendlu yam; oteta ubuxoki akayi kuma pambi kwamehlo am.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akayi kuhlala phakathi kwendlu yam Owenza inkohliso;Othetha ubuxoki akayi kuqina Phambi kwamehlo am.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ukhohlisayo makangahlali endlwini yam; Othetha ubuxoki akayi kulibala phambi kwamehlo am.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho mkhohlisi uya kuba semzini wam, naxoki liya kuhlala apho ndikhoyo.