Psalms 102:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wena, Yehova! uya kuhlala kude kube ngunapakade, nenkumbuzo yako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke wena, Yehova, uhleli ngonaphakade, Inkumbuzo yakho ikwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wena, Yehova, uya kuba lapho ngonaphakade; Nesikhumbuzo sakho kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wena, Ndikhoyo, uya kulawula kude kube ngunaphakade; ziya kubalisa ngawe zonk' izizukulwana.