Psalms 102:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kwoba̔lelwa isizukulwana sasemva, baze abantu abaza kudalwa badumise uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko kuya kubhalelwa isizukulwana esizayo, Abantu abaza kudalwa badumise uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oku kuya kubhalelwa isizukulwana esilandelayo, kuze kudalwe abantu abaza kudumisa uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le mbali mayibhalelwe isizukulwana esizayo ze bamdumise uNdikhoyo nâbo bangekazalwa.