Psalms 102:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa izizwe zihlanganisene ndawonye, nezikumkani, ukukonza uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubuthelaneni kwezizwe ndawonye, Nezikumkani, ukuba zikhonze uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa iintlanga noorhulumente behlanganisana ukuze bakhonze uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
apho sukuba zihlangen' iintlanga nezizwe, zize kudumisa zinqule uNdikhoyo.