Psalms 102:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati: Tixo wam! zungandisusi ndisepakati kwemihla yam: iminyaka yako imi ngezizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi, Thixo wam, musa ukundisusa phakathi kwemihla yam.Ikwizizukulwana ngezizukulwana iminyaka yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi, Thixo wam, musa ukundisusa phakathi kwemihla yam; Iminyaka yakho ikwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ndazibika ndathi: “Thixo wam, sukundithatha kwangoku ndingekaluphali. “Wena uzityhutyha zonke izizukulwana;