Psalms 102:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa kudala wabeka ukuseka kwomhlaba; nezulu lingumsebenzi wezandla zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waliseka kudala ihlabathi; Lisisenzo sezandla zakho izulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena usoloko udala ihlabathi, Namazulu angumsebenzi wezandla zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ladalwa nguwe kwantlandlolo ihlabathi; enziwa nguwe nawo amazulu.