Psalms 102:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zotshabalala zona, kodwa wena womana ubako: ewe, zonke ezo ziya kuguga njengengubo; uya kuziguqula njengesivato, zaziya kuguqulwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto ziya kudaka, wena ke ume; Zona zonke ziya konakala njengengubo, Wozigugisa njengesambatho, ziguge;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezo zinto ziya kudaka, wena ke ume; ewe, bonke baya konakala njengengubo; baya kutshintshwa njengengubo, baya kutshintshwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa zizonke ziya kudlula, ube wena usahleli; ziya kuguga njengeempahla, uzisonge njengeengubo. Zona ziya kutshintshwa njengesambatho,