Psalms 102:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantwana bezicaka zako bohlala, nenzalo yazo yoqiniswa pambi kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana babakhonzi bakho baya kuhlala, Imbewu yabo izimaseke phambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana babakhonzi bakho bosala, nembewu yabo yomelele phambi kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintsapho zethu zohlala zikhuselekile, nenzala yabo yohlala phantsi kwekhusi lakho.”