Psalms 103:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengenceba yoyise pezu kwabantwana bake, injalo inceba kayehova pezu kwabamoyikayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunjengokusikwa yimfesane koyise kubantwana, Ukusikwa yimfesane kukaYehova kwabamoyikayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunjengokusikwa yimfesane koyise kubantwana, ukusikwa yimfesane kukaYehova kwabamoyikayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bufana nomzali kubantwana ububele bukaNdikhoyo kwabamnik' imbeko.