Psalms 103:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ekwazi ukudalwa kwetu, ekumbula ukuba silutuli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uyakwazi yena ukubunjwa kwethu, Ekhumbula ukuba siluthuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uyasazi isimo sethu; ukhumbula ukuba siluthuli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uyasazi into esiyiyo; uyaqonda ukuba siluthuli.