Psalms 103:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umntu imihla yake injengenca; njengembali yasendle, uyatyatyamba njalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, umntu! Injengotyani imihla yakhe; Njengentyantyambo yasendle, kunjalo ukutyatyamba kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntu yena, injengotyani imihla yakhe; njengentyantyambo yelizwe, uyadubula ngolo hlobo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yen' okokwakhe umntu uyafana nje nengca: uyakhula, achume okwentyatyambo.