Psalms 103:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ububele bukayehova bukwa kunapakade kude kube ngunapakade pezu kwabamoyikayo, nobulungisa bake bukwabantwana babantwana:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yona inceba kaYehova ikwabamoyikayo, kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni, Nobulungisa bakhe bukoonyana boonyana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yona inceba kaYehova ingunaphakade kwabamoyikayo, Nobulungisa bakhe bukoonyana boonyana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zon' izibele zikaNdikhoyo zivelela abamhloneleyo; uhlala enobubele kwizizukulwana ngezizukulwana,