Psalms 104:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iyaseza zonke izilo zasendle; amaqwaṙa ayadambisa ukunxanwa kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iseza zonke iinyamakazi zasendle; Amaesile asendle aqabula inxano lawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iseza zonke izilo zelizwe, amahashe elizwe acima unxano lwawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
apho kusel' izilwanyana, nalaph' amaqwarh' athob' unxano.