Psalms 104:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyahlumisela inkomo inca, nomfuno wokunceda abantu; aze avelise ukudla emhlabeni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulontshulisela iinkomo utyani, Nomfuno wokunceda umntu;Ukuze kuphume isonka emhlabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ulontshulisela iinkomo utyani, nezityalo zokulungiselela umntu, ukuze kuphume ukudla emhlabeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ulontshulisel' iinkomo ingca, akhulisel' abantu izityalo, kuvel' isivuno sokutya,