Psalms 104:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenza inyanga ibe yeyamaxesha amiselweyo; ilanga liyakwazi ukutshona kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inyanga wayenzela amaxesha ayo, Ilanga liyakwazi ukutshona kwalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inyanga wayimisela ngokwamaxesha; Ilanga liyakwazi ukutshona kwalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinyanga zibalwa ngokufa kwenyanga, nelanga liyalazi ixesha lokutshona kwalo.