Psalms 104:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyenza wena ubumnyama, buba busuku ke: ayapuma ngabo onke amaṙamncwa ehlati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza ubumnyama wena, kube sebusuku, Ashukume ngabo onke amarhamncwa ehlathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza ubumnyama, kube bubusuku, Anyakazele kuwo onke amarhamncwa elizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubusuku benziwa nguwe, ukuz' izilwanyana zihamba-hambe.