Psalms 104:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke ezi ziyakangela kuwe, ukuze uzamkelise ukudla kwazo ngexesha lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ezo nto ziphela zikhangele kuwe, Ukuba uzinike ukudla kwazo ngexesha elililo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abantu balindele wena; ukuba unokubanika ukutya ngexesha elifanelekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke ezo zinto zijonge kuwe, ukuz' uzondle ngexesh' ekufuneka zitye ngalo.