Psalms 104:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukumcinga kwam kwoba mnandi: ndovuya ngaye uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makube nencasa kuye ukucamngca kwam; Mna ndiya kuvuya ngoYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makube nencasa kuye ukucamngca kwam; Mna ndiya kugcoba ngoYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanga angavuyiswa ngumbongo wam uNdikhoyo, kuba yena uyandivuyisa.