Psalms 104:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wamisa umhlaba pezu kwemisekelo yawo, uze ungashukunyiswa kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waliseka ihlabathi phezu kwemimiso yalo, Ukuba lingashukunyiswa naphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owalidalayo ihlabathi, ukuba lingashukunyiswa naphakade kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zabekwa nguw' iziseko zomhlaba ze zingashuku-shukunyiswa bani.