Psalms 105:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
akavumelanga mntu ukuba ababandezele: wohlwaya nokumkani ngenxa yabo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akavumelanga mntu ukuba abacudise, Wohlwaya ookumkani ngenxa yabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akavumelanga mntu ukuba abenzakalise; ewe, wabakhalimela ookumkani ngenxa yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uThixo akavumanga ukuba batsaliswe nzima; ude wazohlwaya neekumkani ngenxa yabo.