Psalms 105:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwada kwalixesha lokufika kwelizwi lake: ilizwi likayehova lamcokisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwada kwalixesha lokufika kwelizwi lakhe, Intetho kaYehova yamnyibilikisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lada lafika ilizwi lakhe, ilizwi likaYehova lamlinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
lada lazaliseka ilizwi awayelithethile, ilizwi likaNdikhoyo lamngqinela.