Psalms 105:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Sirayeli naye weza e‐Jipete; wati u‐Yakobi wahlala ezweni lakwa‐Hame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uSirayeli waya eYiputa, UYakobi waphambukela ezweni lakwaHam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye uSirayeli wangena eYiputa; uYakobi waphambukela ezweni laseHama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naye uYakobi waya eJiputa, waba ngummi elizweni lakwaHam.