Psalms 105:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wandisa abantu bake kakulu; wabenza abanamandla pezu kwababandezeli babo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaqhamisa kakhulu abantu bakhe, Wabomeleza ngaphezu kwababandezeli babo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabandisa kakhulu abantu bakhe; wabenza bomelela ngaphezu kweentshaba zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wabanika inzala eninzi abantu bakhe, wabanika amandla kunababandezeli babo.