Psalms 105:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wajika intliziyo yabo ize bazonde abantu bake, benze ngenkohliso ezicakeni zake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazijika iintliziyo zabo, ukuba babathiye abantu bakhe, Babaqhathanisele abakhonzi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waziguqula iintliziyo zabo ukuba babathiye abantu bakhe, abaqhathe abakhonzi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wawafaka intiyo amaJiputa, ukuze azikhohlise izicaka zakhe.