Psalms 105:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babonakalisa imiqondiso yake pakati kwabo, nemimangaliso ezweni lakwa‐Hame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazenza kubo iindawo zemiqondiso yakhe, Nezimanga zakhe ezweni lakwaHam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benza kubo kubo imiqondiso yakhe, Nezimanga zakhe ezweni lakwaKama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babonakalisa imiqondiso yamandla kaThixo, benza nemimangaliso eJiputa.