Psalms 105:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wateta, kwaza kwafika izibau, n entwala kuyo yonke imida yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha, zafika izibawu, Iingcongconi, emideni yabo yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha, kwafika iintlobo ngeentlobo zeempukane neengcongconi ezweni labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watheth' uThixo, kwavela ibubu leempukane, nebubu lezibawu zalityhutyha lonke elo.