Psalms 105:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wateta, kwaza kwafika inkumbi, noṙuxeshe, kwa ngento engenakubalwa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha, kwafika iinkumbi ezandayo, Nezikhothululayo, into engenakubalwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha, kwaza kwafika iinkumbi ezandayo, nabangenakubalwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watheth' uThixo, kwavel' iinkumbi, zatsho ngenyambalala yomqikela.