Psalms 105:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ama‐Jipete avuya bakupuma; ngokuba isoyikiso sabo sawa pezu kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lavuya iYiputa ekuphumeni kwabo, Ngokuba lifikelwe kukunkwantyisa kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Avuya amaYiputa ekuphumeni kwawo, kuba ebesoyika ukuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Avuya amaJiputa akumka amaSirayeli; kaloku ayeselewoyika.