Psalms 105:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwacelwa, waza wazisa izagwityi, wabahlutisa ngesonka sezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babiza, wazisa izagwityi, Wabahluthisa nangesonka sasezulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu bacela, waza wazisa izagwityi waza wabondla ngesonka sasezulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakucel' ukutya kwavel' izagwityi, wabanik' isonka esivel' ezulwini, bahlutha.