Psalms 105:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyakumbula ucebano lwake kude kube ngunapakade; ilizwi wabelixela, kude kube liwaka lezizukulwana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uwukhumbula ngonaphakade umnqophiso wakhe, Ilizwi awalimisela iwaka lezizukulwana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawukhumbula ngonaphakade umnqophiso wakhe, Ilizwi awalimisela iwaka lezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akasokuwulibala naphakade umnqophiso wakhe, awawenzela izizukulwana ngezizukulwana.