Psalms 106:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaba wavuleka, waginya u‐Datane, waselela umhlambi ka‐Abirame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuleka umhlaba, wamginya uDatan, Waliselela ibandla lika-Abhiram;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuleka umhlaba, wamginya uDatan, wawugubungela umkhosi ka-Abhiram.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavuleka wona umhlaba waginya uDatan, wagqumelela uAbhiram kunye neqela lakhe.