Psalms 106:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo baguqula ubungcwalisa babo bube kokufana nenkabi edla inca.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Balwananisa uzuko lwabo Ngento emilise okwenkomo edla utyani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Balwananisa uzuko lwabo ngembonakalo yenkunzi yenkomo, edla utyani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale ndlela isihomo sikaThixo basinika umfanekiso wenkomo, into edla utyani.