Psalms 106:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko ebeya kubatshabalalisa, ukuba u‐Mosesi umqashwa wake ebengemanga esiṙotyeni pambi kwake, ukupambukisa umsindo wake, aze angabubisi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uya kubatshabalalisa, Koko wesukayo uMoses, umnyulwa wakhe, Wema ethubeni phambi kwakhe, Ebuyisa ubushushu bakhe, ukuba angatshabalalisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungoko wathi uya kubatshabalalisa, ukuba wesukanga uMoses, umnyulwa wakhe, wesuka wema phezu kwakhe ethubeni, ukuba awuthintele umsindo wakhe, ukuba angatshabalalisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo ke loo nto athe nge-ebabhangisile uThixo ukuba uMosis isicaka sakhe wayengabamelanga, athibaz' ingqumbo kaThixo bangatshabalali.