Psalms 106:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bamqumbisa ngezenzo zabo: sada isibulalo satyobozela pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamqumbisa ngeentlondi zabo; Sagaleleka phakathi kwabo isibetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamqumbisa ngezenzo zabo; sabakho ke kubo isibetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamcaphukisa uNdikhoyo ngezenzo zabo, kwabakho ubhubhani wesifo phakathi kwabo.