Psalms 106:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza oko kwabalelwa kuye ukuba bubulungisa, kwisizukulwana ngesizukulwana kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko kwabalelwa kuye ekuthini bubulungisa Izizukulwana ngezizukulwana kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wabalelwa ekubeni lilungisa ukususela kwisizukulwana kuye kwisizukulwana kuse ephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngale nto ke wabalelwa kumalungisa, wahlala ekhunjulwa izizukulwana ngezizukulwana.