Psalms 106:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, onyana babo nentombi zabo babenza amadini kuzo idemoni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babingelela ngoonyana babo nangeentombi zabo kwiidemon;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babingelela ngoonyana babo nangeentombi zabo kwiidemon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babinga oonyana neentombi zabo, besenzela iindimoni amadini.