Psalms 106:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intshaba zabo zabancinezela; batotyiswa pantsi kwesandla sazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zabaxina iintshaba zabo, Bathotyelwa phantsi kwezandla zazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zabacinezela iintshaba zabo baza boyiswa phantsi kwezandla zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zababandezel' iintshaba, bahlala kabuhlungu phantsi kwazo.