Psalms 106:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wabona ubunzima babo, akuva ukukala kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke wakunonelela ukubandezelwa kwabo, Akuva ukuhlahlamba kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakubona ukubandezeleka kwabo, Akuva ukuhlahlamba kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wabuya wayigqala uNdikhoyo imbandezelo yabo, wabeva bakuzibika kuye;